Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
ISEBE LEZOKHUSELO: UBUME

ISebe lezoKhuselo liqumrhu elisekelezwe kwiingxaki ezingekaveli nelinegunya elisekelezwe kwilungelo eliphambili lesizwe ngasinye lokuzikhusela kuhlaselo, likhusele nokuzimela kwalo ngokunjalo. Elo gunya limiliselwe kuMgaqo-siseko laphinda lachazwa nakuMthetho wezoKhuselo.

Eyona njongo iphambili yeSANDF kukukhusela ilizwe nabantu boMzantsi Afrika ngokwemimiselo yemithetho yezizwe ngezizwe.

UMgaqo-siseko uthi iSANDF inako ukuyalelwa ukuba ikhonze ngokuthi:

  • ikhusele eli lizwe, ukuze kukhuseleke ukuzimela kwalo kunye nomhlaba elikuwo.
  • ithobele izinyanzeliso zeli lizwe ezimalunga nezizwe ngezizwe ngokubhekiselele kumaqumrhu amanye amazwe neminye imibuso.
  • ilondoloze ubomi, impilo nempahla
  • ijongane nokuphathwa kweenkonzo ezingundoqo
  • ijongane nokuthotyelwa komthetho nokugcinwa kocwangco ngokusebenzisana neeNkonzo zamaPolisa oMzantsi Afrika (SAPS), phantsi kweemeko ezichazwe emthethweni, xa iiNkonzo zamaPolisa zingen


    IWEBSITE: www.mil.za
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 17 uAgasti 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo