| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
ISEBE LEMICIMBI YANGAPHANDLE: UBUME
|
|
ISebe Lemicimbi Ynagaphandle lijongene nokuqulunqwa, ukulungelelaniswa, ukusungulwa kwanokulawulwa kwemigaqo-nkqubo yoMzantsi Afrika emalunga nobudlelwane namanye amazwe kwihlabathi liphela. Unxibelelwano noorhulumente bamanye amazwe ngemiba luqhutywa ngoMphathiswa weMicimbi yaNgaphandle okanye ngabameli abavunyiweyo beSebe leMicimbi yaNgaphandle nabangaphandle kweli lizwe. ISebe Lemicimbi Yangaphandle lijongene nokusetyenziswa nokuqhutywa kwayo yonke imiba emalunga nemigaqo-nkqubo yoMzantsi Afrika emalunga nemicimbi yangaphandle njengoko loo migaqo-nkqubo ibekwe emagxeni oMphathiswa nguMongameli. ICandelo loMphathiswa likwajongene ikakhulu:
IWEBSITE: www.dfa.gov.za |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 1 uOktobha 2004