Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
ISEBE LEZEMPILO: UBUME

Umbono weSebe lezeMpilo ngowokudala uluntu olunenkathalo nobuntu, apho bonke abemi boMzantsi Afrika bathi babenako ukufikelela kuncedo lwezempilo olufikelelekayo ngokwamaxabiso, oluntsulungeko incomekayo. Ukuze kube nokwenzeka oko, eli Sebe linenjongo:

  • yokulungelelanisa nokwakhela phezu kwempumemelo yeminyaka emihlanu edlulileyo ukuze liphucule ukufikeleleka kweenkonzo zempilo kuphungulwe nokungalingani.
  • yokugxininisa kubambiswano nabanye ababandakanyekayo ukuze kuphuculwe intsulungeko yonyango kuwo wonke amanqanaba enkqubo yezempilo, ngokukodwa kwiinkqubo zothintelo-zifo neenkqubo zempilo.
  • yokuphucula ukusebenza kakuhle kwenkqubo yokubonelela ngonyango.

Eminye imiba yezempilo eli Sebe eliyihlele njengeyona ingxamisekileyo yile:


IWEBSITE: www.doh.gov.za/index.html
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 19 uAgasti 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo