| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
ISEBE LEMICIMBI YEKHAYA: UBUME
|
|
Injongo yeSebe leMicimbi yeKhaya kukukhusela nokulawula iminqweno yabemi boMzantsi Afrika ngokubhekiselele kubume babo, ububona kunye namalungelo namagunya athile. Lilo elikhupha nelilawula uninzi lwamaxwebhu afunwa ngabemi, maxwebhu lawo afana nesatifiketi sokuzalwa, iincwadi-zazisi kunye nezatifikethi zomtshato. Eli Sebe likwabonelela abemi boMzantsi Afrika ngentlaninge yeenkonzo, kanti nabemi bamanye amazwe abanqwenela ukundwendwela okanye ukuhlala kweli lizwe. Ezinye kwezo nkonzo zezi:
|
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uAgasti 2008