| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
ISEBE LEZIMBIWA NAMANDLA: UBUME
|
|
ISebe leziMbiwa naMandla lifuna ukuqinisekisa ukubakho kweenkqubo ezinengqiqo zokuzingela izimbiwa, ezophuhliso, ezokusetyenzwa, ezokusetyenziswa nokulawulwa kwezimbiwa namajelo amandla. Linikwe igunya lokubeka iliso kwiinkqubo zenguqu nolawulo lwamacandelo ezimbiwa namandla, kananjalo liqinisekise uphuhliso olungatshitshiyo. Ezona zinto ziphambili eli Sebe elijongene nazo zezi:
IWEBSITE: www.dme.gov.za |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 19 uAgasti 2004