Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UMZANTSI AFRIKA WEMIDLALO NOLONWABO: UBUME

Injongo yeSebe lezeMidlalo noLonwabo (SRSA) liza kuphucula umgangatho wobomi babo bonke abemi boMzantsi Afrika ngokuthi likhuthaze ukuthabatha inxaxheba kwezemidlalo nolonwabo kweli lizwe nangokuthi amaqela ezemidlalo oMzantsi Afrika akhuthazwe ukuba athabathe inxaxheba kwimicimbi yezemidlalo yezizwe ngezizwe.

Iinjongo zeli Sebe zezi:

  • Ukunyusa umgangatho wokuthabatha inxaxheba kwezemidlalo kunye neendawo nezinto zokuzonwabisa.
  • Ukuphakamisa ubume bezemidlalo phantsi kwengxaki yokungquzulana kwemibono malunga nokungxamiseka kwezinto.
  • Ukwandisa kangangoko amathuba okuphumelela kwimicimbi emikhulu yezemidlalo.
  • Ukusebenzisa ezemidlalo njengeyona nto iphambili enokusetyenziswa kwiinzame zokuphungula umgangatho wolwaphulo-mthetho.

Ezona zinto zingxamisekileyo zeli Sebe zezi:

  • Ukuqinisekisa ngendima yababandakanyekayo nokucwangcisa imisebenzi yabo ngokubhekiselele kwezemidlalo nolonwabo ukuze kuqinis


    IWEBSITE: www.srsa.gov.za
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 18 uAgasti 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo