| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
|
|
Injongo ye-Independent Complaints Directorate kukuphanda izikhalazo zokungaziphathi kakuhle nolwaphulo-mthetho ekutyholwa ukuba lwenziwe ngamalungu eeNkonzo zobuPolisa zoMzantsi Afrika kwakunye nawee-Nkonzo zamaPolisa kaMaspala, kwanoku-ceba ukubuyiselwa kwisimo esisiso Ukuzama ukunciphisa izehlo zokuziphatha ezidalwa zezi zikhalazo. Abalawuli aba banoxanduva lokunyusa umgangatho onguwo wokuziphatha kwamapolisa ukuze kuphuhliswe iNkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika equlethe umoya neenjongo zomgaqo-siseko. I-ICD ifuna ukuphuhlisa ukuzithemba koluntu kwimizamo ye-SAPS neye-ICD ukunqanda ukungaziphathi kakuhle kwamapolisa.Ikwazama ukuba liliso ekutshutshisweni kwaloo malungu afunyaniswe njengathabathe inxaxheba kwiintshukumo zokungaziphathi ngendlela eyiyo. I-ICD ijongana nezikhalazo okanye izityholo ezibhekiselele:
IWEBSITE: www.icd.gov.za |